Home › Ringtones › Kamara (feat. Bongeziwe Mabandla & Moglii) - Parra for Cuva

Kamara (feat. Bongeziwe Mabandla & Moglii) - Parra for Cuva

free ringtone for iPhone & Android phones

@Mariam
493
30 Sec
Top 100 Civilization VI Ringtones
Top 100 One Piece Ringtones
Top 100 Among Us Ringtones

Similar ringtones:

20
@Iria
3,092
Ekuqaleni kwakunzima ukuk'xelela Kodwa emva kwexesha ndaqonda ukuba ndizincame Wayinciba yonke intliziyo yami Xa undixelela ukuba nawe uyandithanda Zange, zange, zange ndaphinde ndafana Ndaba ngomunye umuntu ukusukela oko Zange, zange, zange ndaphinde ndafana Ndaba ngomuny' umuntu ukusukela oko Hlale ndiyicinga Hlale ndiyicinga Hlale ndiyicinga Hlale ndiyicinga Hlale ndiyicinga Phambi kok'ba ufike Ndandingayazi ukuba ndothini Ngoba ndandinesidingo isidingo sothando Ndayangwa nguwe, mna ndade ndaphila Khona undibonisa ukuba nyani uyandithanda Zange, zange, zange ndaphinde ndafana Ndaba ngomunye umuntu ukusukela oko Zange, zange, zange ndaphinde ndafana Ndaba ngomuny' umuntu ukusukela oko Hlale ndiyicinga Hlale ndiyicinga Hlale ndiyicinga Hlale ndiyicinga Hlale ndiyicinga
17
@Roksana
1,094
UThixo nyan' uyaphila Wandibon'ebunzimeni bami Walul'isandla sakhe'esingcwele Wandibeka phambi kwakho Uba ndi, ndinaluthando Ngaba ndi, ndinani ndinani na Uba ndi, ndinaluthando Ngaba ndi, ndinani ndinani na Jikelez'umhlaba Jikeleza Lil'welenzumhlaba Jikeleze Jikelez'umhlaba Jikelez' Lil'welenzumhlaba Jikeleze Uthando Lwakho Lil'welenzumhlaba Jikeleze Uthando Lwakho Lil'welenzumhlaba Jikeleze Ngabe mina (Ngabe mina) Nd'funa ntoni (Nd'funa ntoni) Kwelilizwe (Kwelilizwe) Xa ndinawe? (Xa ndinawe) Ngabe mina (Ngabe mina) Nd'funa ntoni (Nd'funa ntoni) Kwelilizwe (Kwelilizwe) Xa ndinawe (Xa ndinawe) Haa Yeah Uthando Lwakho Uthando Lwakho Uba ndi, ndinaluthando Ngaba ndi ndinani ndianani na Uba ndi ndinaluthando Nagba ndi ndinani ndianani na Jikelez'umhlaba Jikeleze Lil'welenzumhlaba Jikeleze Jikelez'umhlaba Jikeleze Lil'welenzumhlaba Jikeleze Uthando Lwakho Lil'welenzumhlaba Jikeleze Uthando Lwakho Lil'welenzumhlaba Jikeleze
15
@Frederick
3,765
Phambi kwabantu bonke, mna ndiyafunga Uba bom' endibuphila ndibushiya emva Lemini isisi'phawulo iyah ndiyazazisa, andisenguye mna lo ndandinguye Ndokulandela wena, noma wena uyaphi na Ndokuhamba ngawe zonke imini zobomi bam Ndokulandela wena, noma wena uyaphi na Ndokuhamba ngawe zonke imini zobomi bam Nhliziyo yami yonke ndiyibeka phambi kwakho Andisenawo wona amandla Ndincede bawo uzundamukele, uyikhombe indlela ukuze ndihambe Ndokulandela wena, noma wena uyaphi na Ndokuhamba ngawe zonke imini zobomi bam Ndokulandela wena, noma wena uyaphi na Ndokuhamba ngawe zonke imini zobomi bam Izwe lingangijekela Bantu bangiflathele Mna andijiki Ndoku Ndokulandela Ndokulandela wena, noma wena uyaphi na Ndokuhamba ngawe zonke imini zobomi bam
30
@Muhammad
1360
Uthi ndithini na, xa undiphatha kanje Lumkiswa ngawe Kodwa zange ndimamele Ngoba ndikuthanda mna, ngentliziyo yami yonke Wena awunandaba Ndim isidenge sakho Kunzima, Kubuhlungu Ukuthanda wena Kuyabulala pha ngaphakathi Ukuthanda wena Kunzima, kubuhlungu Ukuthanda wena Kuyabulala pha ngaphathi Ukuthanda wena Kukho nto ondifundise Ebekade ndingayazi Uba ndim okhangela ukuthandwa nguwe Mandithath' elithuba ngoku Ndiqale ngami Ngoba ngeze ndikhangele Bude buphel' ubomi bami Kunzima, Kubuhlungu Ukuthanda wena Kuyabulala ngaphakathi Ukuthanda wena Kunzima kubuhlungu Ukuthanda wena Kuyabulala pha ngaphathi Ukuthanda wena Ukuthanda wena Ukuthanda wena Ukuthanda wena Ukuthanda wena Ukuthanda wena Ukuthanda wena
20
@Malik
1054
Amagama ayabidana Ndithi ndithetha lena Uthi ndithetha enye Ngeke mina Ndivele ndikujikele Kutheni na Ngok' ufun' ukuhamba N'fun' uhlale N'fun' uhlale N'fun' uhlale N'fun' uhlale Hlala Hlala Ngoba ndomthatha phi Umunt' onjengawe Umunt' onjengawe Umunt' onjengawe Ngoba ndomthatha phi Umunt' onjengawe Umunt' onjengawe Umunt' onjengawe Ndisoloko ndizilungisele Ukuphila ngaphandle kwakho Ndingothuki lo mini wena Wophinde Ukhethe ukundishiya N'fun' uhlale N'fun' uhlale N'fun' uhlale N'fun' uhlale Hlala Hlala Ngoba ndomthatha phi Umunt' onjengawe Umunt' onjengawe Umunt' onjengawe Ngoba ndomthatha phi Umunt' onjengawe Umunt' onjengawe Umunt' onjengawe Ngoba ndomthatha phi Umunt' onjengawe Umunt' onjengawe Umunt' onjengawe
15
@Zehra
255
Ha ha ha ha Ha ha ha ha Ha ha ha ha Haaaa - haaaa Ha ha ha ha Ha ha ha ha Ha ha ha ha Haaa - haaa Asisakwaz' ukuphila Mingaph' iminyaka Sisenz' intwenye Kukho ixesha Apho kumele samkele Uba apha akusekho nto Sisahleleleni na Uba asonwabang' apha Ngaba yintoni na Esigcin' apha Sisahleleleni na Uba asonwabang' apha Ngaba yintoni na Esigcin' apha Icacile akumele ndibe apha Kukhona eny' indawo Ekumele ndibe kuyo Icacile akumele ndibe apha Kukhona eny' indawo Ekumele ndibe kuyo Ekumele ndibe kuyo Ekumele ndibe kuyo Ekumele ndibe kuyo Ekumele ndibe kuyo Sisahleleleni na Uba asonwabang' apha Ngaba yintoni na Esigcin' apha Sisahleleleni na Uba asonwabang' apha Ngaba yintoni na Esigcin' apha Ha ha ha ha Ha ha ha ha Ha ha ha ha Haaa - haaa Ha ha ha ha Ha ha ha ha Ha ha ha ha Haaa - haaa
MORE...[+]
Top 100 Battlefield 5 Ringtones
Top 100 Game Bgm Ringtones
Top 100 Overwatch Ringtones
Top 100 Roblox Ringtones
Top 100 Minecraft Ringtones

More ringtones from Parra for Cuva:

MORE...[+]

Set Kamara (feat. Bongeziwe Mabandla & Moglii) ringtone on an Android Phone:

1. Select Download Ringtone button above.
2. Go to Settings app.
3. Select Sounds & Vibration.
4. Select Phone ringtone.
5. Select Ringtone from Internal Storage.
6. Click the Apply button.
So after only a few basic steps, you have successfully done the default ringtone on your phone running Android operating system with the pop songs you want.



Set Kamara (feat. Bongeziwe Mabandla & Moglii) ringtone for your iPhone:

1. Select Download M4R for iPhone button above and save to your PC or Mac.
2. Connect your iPhone to your PC or Mac via its charging cable.
3. Launch iTunes and drag the .m4r to the Tones folder (Under "On My Device").
Hopefully, the guides for configuring ringtones for iPhones and Android phones will make it simple for you to replace the uninteresting default sounds on your phone with your own personal favorites.



Browse 5,000,000+ free ringtones by categories:

Thanks for letting us know
Your feedback is important in helping us keep the 1Ringtone community safe.
Close

X

#1 Ringtone App - top ringtones for free!

logo
Login with Google Login with Facebook

By joining, you agree to Terms of Service & Privacy Policy.

Upload a ringtone

You can upload MP3, WAV, M4A, OGG, M4R, ACC format files.

By selecting 'Upload' you are representing that this item is not obscene and does not otherwise violate Terms of Service, and that you own all copyrights to this item or have express permission from the copyright owner(s) to upload it.

Before uploading, please read our Privacy.