Home › Ringtones › Ndokulandela - Bongeziwe Mabandla

Ndokulandela - Bongeziwe Mabandla

free ringtone for iPhone & Android phones

@Frederick
3,765
15 Sec

Ndokulandela - song lyrics

Phambi kwabantu bonke, mna ndiyafunga
Uba bom' endibuphila ndibushiya emva
Lemini isisi'phawulo iyah ndiyazazisa, andisenguye mna lo ndandinguye
Ndokulandela wena, noma wena uyaphi na
Ndokuhamba ngawe zonke imini zobomi bam
Ndokulandela wena, noma wena uyaphi na
Ndokuhamba ngawe zonke imini zobomi bam
Nhliziyo yami yonke ndiyibeka phambi kwakho
Andisenawo wona amandla
Ndincede bawo uzundamukele, uyikhombe indlela ukuze ndihambe
Ndokulandela wena, noma wena uyaphi na
Ndokuhamba ngawe zonke imini zobomi bam
Ndokulandela wena, noma wena uyaphi na
Ndokuhamba ngawe zonke imini zobomi bam
Izwe lingangijekela
Bantu bangiflathele
Mna andijiki
Ndoku Ndokulandela
Ndokulandela wena, noma wena uyaphi na
Ndokuhamba ngawe zonke imini zobomi bam

Top 100 Attack on Titan Ringtones
Top 100 Overwatch Ringtones
Top 100 One Piece Ringtones

Similar ringtones:

MORE...[+]
Top 100 Genshin Impact Ringtones
Top 100 PUBG Ringtones
Top 100 League of Legends Ringtones
Top 100 Bollywood Ringtones
Top 100 Civilization VI Ringtones

More ringtones from Bongeziwe Mabandla:

30
@Muhammad
1360
Uthi ndithini na, xa undiphatha kanje Lumkiswa ngawe Kodwa zange ndimamele Ngoba ndikuthanda mna, ngentliziyo yami yonke Wena awunandaba Ndim isidenge sakho Kunzima, Kubuhlungu Ukuthanda wena Kuyabulala pha ngaphakathi Ukuthanda wena Kunzima, kubuhlungu Ukuthanda wena Kuyabulala pha ngaphathi Ukuthanda wena Kukho nto ondifundise Ebekade ndingayazi Uba ndim okhangela ukuthandwa nguwe Mandithath' elithuba ngoku Ndiqale ngami Ngoba ngeze ndikhangele Bude buphel' ubomi bami Kunzima, Kubuhlungu Ukuthanda wena Kuyabulala ngaphakathi Ukuthanda wena Kunzima kubuhlungu Ukuthanda wena Kuyabulala pha ngaphathi Ukuthanda wena Ukuthanda wena Ukuthanda wena Ukuthanda wena Ukuthanda wena Ukuthanda wena Ukuthanda wena
20
@Malik
1054
Amagama ayabidana Ndithi ndithetha lena Uthi ndithetha enye Ngeke mina Ndivele ndikujikele Kutheni na Ngok' ufun' ukuhamba N'fun' uhlale N'fun' uhlale N'fun' uhlale N'fun' uhlale Hlala Hlala Ngoba ndomthatha phi Umunt' onjengawe Umunt' onjengawe Umunt' onjengawe Ngoba ndomthatha phi Umunt' onjengawe Umunt' onjengawe Umunt' onjengawe Ndisoloko ndizilungisele Ukuphila ngaphandle kwakho Ndingothuki lo mini wena Wophinde Ukhethe ukundishiya N'fun' uhlale N'fun' uhlale N'fun' uhlale N'fun' uhlale Hlala Hlala Ngoba ndomthatha phi Umunt' onjengawe Umunt' onjengawe Umunt' onjengawe Ngoba ndomthatha phi Umunt' onjengawe Umunt' onjengawe Umunt' onjengawe Ngoba ndomthatha phi Umunt' onjengawe Umunt' onjengawe Umunt' onjengawe
15
@Zehra
255
Ha ha ha ha Ha ha ha ha Ha ha ha ha Haaaa - haaaa Ha ha ha ha Ha ha ha ha Ha ha ha ha Haaa - haaa Asisakwaz' ukuphila Mingaph' iminyaka Sisenz' intwenye Kukho ixesha Apho kumele samkele Uba apha akusekho nto Sisahleleleni na Uba asonwabang' apha Ngaba yintoni na Esigcin' apha Sisahleleleni na Uba asonwabang' apha Ngaba yintoni na Esigcin' apha Icacile akumele ndibe apha Kukhona eny' indawo Ekumele ndibe kuyo Icacile akumele ndibe apha Kukhona eny' indawo Ekumele ndibe kuyo Ekumele ndibe kuyo Ekumele ndibe kuyo Ekumele ndibe kuyo Ekumele ndibe kuyo Sisahleleleni na Uba asonwabang' apha Ngaba yintoni na Esigcin' apha Sisahleleleni na Uba asonwabang' apha Ngaba yintoni na Esigcin' apha Ha ha ha ha Ha ha ha ha Ha ha ha ha Haaa - haaa Ha ha ha ha Ha ha ha ha Ha ha ha ha Haaa - haaa
20
@Iria
3,092
Ekuqaleni kwakunzima ukuk'xelela Kodwa emva kwexesha ndaqonda ukuba ndizincame Wayinciba yonke intliziyo yami Xa undixelela ukuba nawe uyandithanda Zange, zange, zange ndaphinde ndafana Ndaba ngomunye umuntu ukusukela oko Zange, zange, zange ndaphinde ndafana Ndaba ngomuny' umuntu ukusukela oko Hlale ndiyicinga Hlale ndiyicinga Hlale ndiyicinga Hlale ndiyicinga Hlale ndiyicinga Phambi kok'ba ufike Ndandingayazi ukuba ndothini Ngoba ndandinesidingo isidingo sothando Ndayangwa nguwe, mna ndade ndaphila Khona undibonisa ukuba nyani uyandithanda Zange, zange, zange ndaphinde ndafana Ndaba ngomunye umuntu ukusukela oko Zange, zange, zange ndaphinde ndafana Ndaba ngomuny' umuntu ukusukela oko Hlale ndiyicinga Hlale ndiyicinga Hlale ndiyicinga Hlale ndiyicinga Hlale ndiyicinga
17
@Roksana
1,094
UThixo nyan' uyaphila Wandibon'ebunzimeni bami Walul'isandla sakhe'esingcwele Wandibeka phambi kwakho Uba ndi, ndinaluthando Ngaba ndi, ndinani ndinani na Uba ndi, ndinaluthando Ngaba ndi, ndinani ndinani na Jikelez'umhlaba Jikeleza Lil'welenzumhlaba Jikeleze Jikelez'umhlaba Jikelez' Lil'welenzumhlaba Jikeleze Uthando Lwakho Lil'welenzumhlaba Jikeleze Uthando Lwakho Lil'welenzumhlaba Jikeleze Ngabe mina (Ngabe mina) Nd'funa ntoni (Nd'funa ntoni) Kwelilizwe (Kwelilizwe) Xa ndinawe? (Xa ndinawe) Ngabe mina (Ngabe mina) Nd'funa ntoni (Nd'funa ntoni) Kwelilizwe (Kwelilizwe) Xa ndinawe (Xa ndinawe) Haa Yeah Uthando Lwakho Uthando Lwakho Uba ndi, ndinaluthando Ngaba ndi ndinani ndianani na Uba ndi ndinaluthando Nagba ndi ndinani ndianani na Jikelez'umhlaba Jikeleze Lil'welenzumhlaba Jikeleze Jikelez'umhlaba Jikeleze Lil'welenzumhlaba Jikeleze Uthando Lwakho Lil'welenzumhlaba Jikeleze Uthando Lwakho Lil'welenzumhlaba Jikeleze
MORE...[+]

Set Ndokulandela ringtone on an Android Phone:

1. Select Download Ringtone button above.
2. Go to Settings app.
3. Select Sounds & Vibration.
4. Select Phone ringtone.
5. Select Ringtone from Internal Storage.
6. Click the Apply button.
So after only a few basic steps, you have successfully done the default ringtone on your phone running Android operating system with the pop songs you want.



Set Ndokulandela ringtone for your iPhone:

1. Select Download M4R for iPhone button above and save to your PC or Mac.
2. Connect your iPhone to your PC or Mac via its charging cable.
3. Launch iTunes and drag the .m4r to the Tones folder (Under "On My Device").
Hopefully, the guides for configuring ringtones for iPhones and Android phones will make it simple for you to replace the uninteresting default sounds on your phone with your own personal favorites.



Browse 5,000,000+ free ringtones by categories:

Thanks for letting us know
Your feedback is important in helping us keep the 1Ringtone community safe.
Close

X

#1 Ringtone App - top ringtones for free!

logo
Login with Google Login with Facebook

By joining, you agree to Terms of Service & Privacy Policy.

Upload a ringtone

You can upload MP3, WAV, M4A, OGG, M4R, ACC format files.

By selecting 'Upload' you are representing that this item is not obscene and does not otherwise violate Terms of Service, and that you own all copyrights to this item or have express permission from the copyright owner(s) to upload it.

Before uploading, please read our Privacy.